Impilo Yasemhlabeni (Inoveli YesiXhosa) - Nceba Tyobeka - Books - Verity Publishers - 9781990985027 - October 4, 2020
In case cover and title do not match, the title is correct

Impilo Yasemhlabeni (Inoveli YesiXhosa)


Get an email once the item is available
Do you have a profile? Log in
Get notified about new Nceba Tyobeka releases
Add to your iMusic wish list

Not rated yet

Emva kokuba uSipho beneetshomi zakhe bedle iimali zaseThuthukani uqesha uNtlupheko ukuze amthengisele iziyobisi koomaO. R Tambo nakwamanye amazwe jikelele. Emva kokuba ephoxe uNtlupheko usafuna ukuba amthengisele iziyobisi kwakhona. Le nto yakhe yentengiso-ziyobisi igqibela isa unyana wakhe ekufeni kwaye yaphinda kwayona yachitha umtshato kaSipho. Ke ngoku uSipho ubona kungcono u'ba azinikekele emapoliseni esakuqonda u'ba akusekho konwaba ebomini bakhe. Uthi xa sele ebonil' u'ba sel'egugile ngoku emva kokuphuma kwakhe ejele anikezele ngempilo yakhe enkosini.

Media Books     Paperback Book   (Book with soft cover and glued back)
Released October 4, 2020
ISBN13 9781990985027
Publishers Verity Publishers
Pages 114
Dimensions 140 × 216 × 6 mm   ·   140 g
Language English  

More from the same publisher